Inguqulelo ka wayo ingesiNgesi:

wayo

their

isimnini

  • 1

    their
    Imizi yayifuna ukuhoywa ngumnini wayo The homesteads had to be maintained by their owner
  • 2

    her/his/its
    Ivenkile le yayivaliwe kuba umntu wayo wayephumla The shop was closed because its owner was resting
  • 3

    their
    Le mithi inomgawuli wayo These trees have their chopper
  • 4

    her/his its
    Khawutsho, yintoni idayari, uyintoni umsebenzi wayo? Tell me, what is a diary and what is its function?