Inguqulelo ka wazo ingesiNgesi:

wazo

their

isimnini

  • 1

    their
    Ezo zixhobo zisetyenziswa ngumntu wazo kuphela Those instruments are used only by their owner
  • 2

    their
    Ezo zihlangu zabotshwa ngumnini wazo Those shoes were tied by their owner
  • 3

    their
    Izibongo zixatyiswa ngenxa yomsebenzi wazo eluntwini Oral poems are valued because of their role in the community
  • 4

    their
    Iintombi zidiniwe emva komxhentso wazo The young girls are exhausted after their dance