Inguqulelo ka xhaxhe ingesiNgesi:

xhaxhe

up to

isifanekisozwi

  • 1

    up to
    as far as
    La maxhego ancokola ade aza kuthi xhaxhe kuMajongwayinjinga These old men chatted all the way to Majongwayinjinga's
  • 2

    of being more
    of being extra
    of being additional
    Zininzi ke iindawo onokufumana kuzo ulwazi oluthe xhaxhe xa ulufuna There are many places from which you can get more information if you want it