Inguqulelo ka yaso ingesiNgesi:

yaso

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Namhlanje uza kwazi ukuba isityhakala sinemini yaso Today you will realise that every fool has his day
  • 2

    her/his/its
    Isiselo eso yayinjani incasa yaso? The drink, what was its flavour?