Inguqulelo ka yawo ingesiNgesi:

yawo

its

isimnini

  • 1

    its
    Umlomo usebenzisa imilebe yawo ukuncuma The mouth uses its lips to smile
  • 2

    their
    Nathi singamadoda anemizi yawo We, too, are men who own their homesteads
  • 3

    its
    Umsinga waqukuqela awapheza kuloo ntshukumo yawo The current flowed without stopping its movement
  • 4

    their
    Onke amaqela agqibile ukunika ingxelo yawo All the groups are finished giving their report