Inguqulelo ka zalo ingesiNgesi:

zalo

her/his/its

isimnini

  • 1

    her/his/its
    Ndiyalithanda iKapa neziphaluka zalo I love Cape Town and its surrounding areas
  • 2

    her/his/its
    Usapho lwakwaMbuza lulima izityalo zalo The Mbuza family grows its plants
  • 3

    her/his/its
    Irhamncwa libamba ixhoba ngeenzipho zalo The wild beast grasps its prey with its claws
  • 4

    her/his/its
    Ulutsha kufuneka lwazi iimfuno zalo The youth should know its needs