Inguqulelo ka zayo ingesiNgesi:

zayo

their

isimnini

  • 1

    their
    Jonga imifanekiso ufunde nezihloko zayo Look at the pictures and read their captions
  • 2

    her/his/its
    Iradiyo isasaza iziganeko zayo The radio broadcasts its events
  • 3

    their
    Ndinemibuzo endinayo endinqwenela iimpendulo zayo I have questions and I wish to have their answers
  • 4

    her/his/its
    Indoda ifuna ukuqokelela izinto zayo The man wants to collect his things