Inguqulelo ka zazo ingesiNgesi:

zazo

their

isimnini

  • 1

    their
    Umlimi uthetha nezicaka nezalamane zazo The farmer talks to the servants and their relatives
  • 2

    their
    Abafundi mababhale izaci kunye neentsingiselo zazo The learners must write idioms and their meanings
  • 3

    their
    Iimbongi zomthonyama bezingazibhali izibongo zazo The traditional poets did not write down their oral poetry
  • 4

    their
    Abanye bazichaza iintsomi ngokweenjongo zazo Some describe folktales in relation to their aims