Inguqulelo ka zimbi ingesiNgesi:

zimbi

some

isichazi sokukukumbi

  • 1

    some
    others
    any other
    Uloliwe alumisi zitishi zimbi The train does not stop at some stations
    Ezi ntombi azinanjongo zimbi; iinjongo zazo kukonwabisa abantu These girls have no other aims; their aims are to entertain people