Inguqulelo ka zinzi ingesiNgesi:

zinzi

isifanekisozwi

  • 1

    of carying a heavy burden
    Umthwalo wekhaya wawuthe zinzi emagxeni am ndedwa The responsibility of looking after the home was a heavy burden on my shoulders
  • 2

    of putting something firmly in place
    Xa sixoxa ke lo nto izithi zinzi ezingqondweni zethu When we discuss that, it is put firmly in our minds