Inguqulelo ka zodwa ingesiNgesi:

zodwa

alone

isimelabizo soquko

  • 1

    alone
    on their own
    only
    Khetha izihlangu ezibomvu zodwa ekhabhathini Choose only the red shoes from the cupboard
    Wayengenanyana, wayeneentombi zodwa He did not have a son, he had daughters only