Inguqulelo ka about in isiXhosa

about

-malunga na-

Ubizo-magama /uh-bowt/

isihlomelo & preposition

  • 1

    -malunga na-
    -mayela na-
    About ten people came Bamalunga neshumi abantu abazileyo
  • 2

    -malunga na-
    -mayela na-
    nga-
    I read a book about elephants Ndifunde incwadi emalunga neendlovu
    What is the film about? Ingantoni ifilimu?
  • 3

    ngapha nangapha
    Chickens ran about the yard Iinkuku zibalekele ngapha nangapha eyadini