Inguqulelo ka accessory in isiXhosa

accessory

isongezelelo

Ubizo-magama /uhk-sess-uh-ree/

isibizoPlural accessories

  • 1

    isongezelelo
    We don't sell clothes; we only sell accessories such as belts and earrings Asizithengisi iimpahla; sithengisa izongezelelo ezifana neebhanti namacici