Inguqulelo ka acknowledge in isiXhosa

acknowledge

-vuma

Ubizo-magama /ak-nol-ij/

isenziacknowledged, acknowledging

  • 1

    -vuma
    I acknowledge that I made a mistake Ndiyavuma ukuba ndenze impazamo
  • 2

    -bulela
    Have you acknowledged her letter? Ubulele ngeleta yakhe?