Inguqulelo ka addition in isiXhosa

addition

ukudibanisa

Ubizo-magama /uh-dish-uhn/

isibizoPlural additions

  • 1

    izibalo
    ukudibanisa
    Children learn to do addition and subtraction in Maths classes Abantwana bafunda ukudibanisa nokuthabatha kwiiklasi zeMathematika
    → Compare subtraction
    • combining two or more numbers together to get a total
    • ukudibanisa amanani amabini nangaphezulu ukufumana isambuku okanye itotali
  • 2

    isongezelelo
    ulongezelelo
    This room is an addition to the house Eli gumbi lisisongezelelo kule ndlu