Inguqulelo ka adverb in isiXhosa

adverb

isihlomelo

Ubizo-magama /ad-vurb/

isibizoPlural adverbs

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isihlomelo
    In the sentence "He walked quickly" the word "quickly" is an adverb Kwisivakalisi "Uhambe ngokukhawuleza" igama elithi "ngokukhawuleza" lisisihlomelo
    • a word that tells us how, when or where something happens
    • igama elisixelela ngokuba into yenzeka njani, nini okanye phi