Inguqulelo ka aid in isiXhosa

aid

uncedo

Ubizo-magama /ayd/

isibizoPlural aids

  • 1

    uncedo
    usizo
    Send medicine, food and other aid to the flood victims Thumela amayeza, ukutya nolunye uncedo kumaxhoba ezandyondyo zemvula
  • 2

    isixhobo esincedisa(yo)
    isincedisi
    My father wears a hearing aid Utata wam unxiba isixhobo esincedisa ukuva

isenzi

  • 1

    -nceda
    You can aid the victims of the fire by sending money Ungawanceda amaxhoba omlilo ngokuthumela imali