Inguqulelo ka athletic in isiXhosa

athletic

-nomzimba womdlali

Ubizo-magama /ath-let-ik/

isiphawuli

  • 1

    -nomzimba womdlali
    Sophie is athletic. She runs fast and swims well USophie unomzimba womdlali. Ubaleka kakhulu yaye uqubha kakuhle