Inguqulelo ka axis in isiXhosa

axis

iaksisi

Ubizo-magama /ak-siss/

isibizoPlural axes

  • 1

    ifiziksi
    iaksisi
    The Earth turns on an imaginary axis UMhlaba ujikeleza iaksisi ecingelwayo
    • an imaginary line that goes through the middle of a solid object
    • umgca oqikelelwayo onqumla embindini wento eqinileyo
  • 2

    izibalo ifiziksi
    iaksisi
    A graph has a horizontal axis and a vertical axis Igrafu ineaksisi ethe tyaba kunye neaksisi ethe nkqo
    • a line along the side or the bottom of a graph where you mark measurements
    • umgca osecaleni okanye osezantsi kwigrafu apho uphawula khona umlinganiselo