Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika balance in isiXhosa

: balance1balance2

balance1

ibhalansi

Ubizo-magama /bal-uhss/

isibizoPlural balances

  • 1

    ibhalansi
    If you can walk along the top of the wall, you have good balance Xa ukwazi ukuhamba phezu kodonga, unebhalansi elungileyo
  • 2

    ibhalansi
    umncono
    I have a balance of R400 in my bank account Ndinebhalansi yama-R400 kwiakhawunti yebhanki yam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika balance in isiXhosa

: balance1balance2

balance2

-ngcekelela

Ubizo-magama /bal-uhnss/

isenzibalanced, balancing

  • 1

    -ngcekelela
    -lungelelana
    -bhalansa
    A scale will balance if the weight on each side is the same Isikali siza kulungelelana xa ubunzima bulingana macala onke
    Can you balance a book on your head? Ungayingcekelela incwadi entloko?