Inguqulelo ka battle in isiXhosa

battle

idabi

Ubizo-magama /bat-uhl/

isibizoPlural battles

  • 1

    idabi
    Many soldiers were killed in the battle Amajoni amaninzi abulawa edabini
    → Synonym of fight
  • 2

    idabi
    intsokolo
    I have a battle with maths Ndinedabi nemathematika

isenzi

  • 1

    -sokola
    I am battling to finish my work Ndiyasokola ukugqiba umsebenzi wam