Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika better in isiXhosa

: better1better2

better1

bhetele

Ubizo-magama /bet-uh/

isihlomelo

  • 1

    bhetele
    He always runs well, but he runs even better in cool weather Usoloko ebaleka kakuhle, kodwa ubaleka bhetele kwimozulu epholileyo

Usetyenziso

The adverb 'better' is the comparative form of 'well'. We say 'well', 'better', 'best'.

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika better in isiXhosa

: better1better2

better2

-bhetele

Ubizo-magama /bet-uh/

isiphawuli

  • 1

    -bhetele
    ngcono
    My new pen is better than my old one Usiba lwam olutsha lubhetele kunoludala
  • 2

    -bhetele
    Dina is better than me at swimming UDina ubhetele kunam ngokuqubha
  • 3

    -bhetele
    I had flu, but I'm better now Bendinefiva, kodwa ndibhetele ngoku

Usetyenziso

The adjective 'better' is the comparative form of 'well'. Remember that we say 'good', 'better', 'best'.