Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika black in isiXhosa

: black1black2

black1

-mnyama

Ubizo-magama /blak/

isiphawuli

  • 1

    -mnyama
    I want black shoes Ndifuna izihlangu ezimnyama
  • 2

    (people)
    -mnyama
    -ntsundu
    Black people and white people came Abantu abantsundu nabantu abamhlophe bazile

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika black in isiXhosa

: black1black2

black2

umbala omnyama

Ubizo-magama /blak/

isibizo

  • 1

    umbala omnyama
    I like black and I like red Ndiyawuthanda umbala omnyama kanti ndiyawuthanda nobomvu