Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika blow in isiXhosa

: blow1blow2

blow1

-vuthela

Ubizo-magama /bloh/

isenziblew, blowing, blown

  • 1

    -vuthela
    Blow air into the balloon Vuthela umoya kule bhaloni
  • 2

    (wind)
    -vuthuza
    The wind is blowing Umoya uyavuthuza
  • 3

    (a musical instrument)
    -vuthela
    Blow the trumpet Vuthela ixilongo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika blow in isiXhosa

: blow1blow2

blow2

isithonga

Ubizo-magama /bloh/

isibizoPlural blows

  • 1

    isithonga
    He felt a painful blow on his head Uve isithonga esibuhlungu entlokweni yakhe
  • 2

    ilishwa
    Failing the exam was a terrible blow Ukutshona iimviwo yaba lilishwa elikhulu