Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika breed in isiXhosa

: breed1breed2

breed1

-zala

Ubizo-magama /breed/

isenzibred, breeding

  • 1

    -zala
    Most birds breed in the spring Iintaka ezininzi zizala eNtlakohlaza
  • 2

    -fuya
    My father breeds goats on his farm Utata wam ufuya iibhokhwe efameni yakhe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika breed in isiXhosa

: breed1breed2

breed2

uhlobo

Ubizo-magama /breed/

isibizoPlural breeds

  • 1

    uhlobo
    Nguni cattle and Jersey cattle are two different breeds Uhlobo lweenkomo zeNguni nezeJezi ziintlobo ezimbini ezahlukeneyo