Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika brush in isiXhosa

: brush1brush2

brush1

-bhrasha

Ubizo-magama /brush/

isenzibrushed, brushing

  • 1

    -bhrasha
    I brush my hair every day Ndibhrasha iinwele zam yonke imihla
  • 2

    -bhrasha
    -coca ngebhrashi
    Brush your teeth in the morning and evening Bhrasha amazinyo akho kusasa nangokuhlwa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika brush in isiXhosa

: brush1brush2

brush2

ibhrashi

Ubizo-magama /brush/

isibizoPlural brushes

  • 1

    ibhrashi
    Use a brush or a comb to tidy your hair Sebenzisa ibhrashi okanye inkcaza ukucoca iinwele zakho