Inguqulelo ka bush in isiXhosa

bush

isihlahla

Ubizo-magama /buush/

isibizoPlural bushes

  • 1

    isihlahla
    Two small bushes grow next to the gate Izihlahla ezibini ezincinane zikhula ecaleni kwegeyithi
  • 2

    ityholo
    Many different trees and shrubs grow in the bush Imithi emininzi eyahlukeneyo nezihlahla zikhula ematyholweni