Inguqulelo ka card in isiXhosa

card

ikhadi

Ubizo-magama /kaad/

isibizoPlural cards

  • 1

    ikhadi
    It's Dumi's birthday; let's send him a card Yimini yokuzalwa kukaDumi; masimthumele ikhadi
  • 2

    ikhasi
    Who wants to play cards? Ngubani ofuna ukudlala amakhasi?
  • 3

    ikhadi lebhanki
    I use a bank card to get cash at the ATM Ndisebenzisa ikhadi lebhanki ukutsala imali kwi-ATM