Inguqulelo ka case in isiXhosa

case

ingxowa

Ubizo-magama /kayss/

isibizoPlural cases

  • 1

    ingxowa
    ibhegi ngokungekho sikweni
    Where's my pencil case? Iphi ingxowa yeepenisile yam?
  • 2

    isuthikheyisi
    Pack your clothes in your case Pakisha iimpahla zakho esuthikheyisini yakho
  • 3

    ityala
    isehlo
    Police are dealing with two cases of robbery Amapolisa ajongene namatyala amabini okuqhekeza
  • 4

    isehlo
    There were ten cases of measles in the village Kukho izehlo ezilishumi zerashalala elalini