Inguqulelo ka cereal in isiXhosa

cereal

isiriyeli

Ubizo-magama /seer-ri-uhl/

isibizoPlural cereals

  • 1

    inzululwazi ngezityalo
    isiriyeli
    ukutya okuziinkozo
    Mealies, rice and wheat are examples of cereals Umbona, irayisi, nengqolowa yimizekelo yesiriyeli
    • a plant that produces seeds that we eat
    • isityalo esivelisa imbewu esiyityayo
  • 2

    isiriyeli
    Which cereal do you want – Corn Flakes or All-Bran? Yeyiphi isiriyeli oyifunayo – iCorn Flakes okanye iAll –Bran?