Inguqulelo ka charity in isiXhosa

charity

isisa

Ubizo-magama /cha-ri-tee/

isibizoPlural charities

  • 1

    isisa
    ilizo
    These people want jobs, not charity Aba bantu bafuna umsebenzi, ingesiso isisa
  • 2

    isisa
    umbutho wabalizi
    The SPCA is a charity that looks after animals I-SPCA ngumbutho wabalizi ojongene nezilwanyana