Inguqulelo ka chart in isiXhosa

chart

itshathi

Ubizo-magama /chaat/

isibizoPlural charts

izibalo

  • 1

    itshathi
    This chart shows the number of cars sold during the month Le tshathi ibonisa inani leemoto ezithengisiweyo kule nyanga
    • a diagram or table that shows data
    • umzobo okanye uluhlu (itheyibhile) olubonisa ulwazi (idatha)