Inguqulelo ka chicken in isiXhosa

chicken

inkuku

Ubizo-magama /chik-uhn/

isibizoPlural chickens

  • 1

    inkuku
    Have you fed the chickens? Uziphile iinkuku ukutya?
  • 2

    inyama yenkuku
    We ate roast chicken Satya inyama yenkuku eqhotsiweyo