Inguqulelo ka clockwise in isiXhosa

clockwise

-kunene

Ubizo-magama /klok-wize/

isihlomelo

  • 1

    -kunene
    Turn the handle clockwise Jijela umqheba ngasekunene
    → Antonym of anticlockwise
    • in the direction in which a clock's hands move
    • ngakwicala oluya ngakulo usiba lwewotshi enkulu