Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika close in isiXhosa

: close1close2

close1

-vala

Ubizo-magama /klohz/

isenziclosed, closing

  • 1

    -vala
    Please close the door Nceda uvale ucango
  • 2

    -vingca
    The police closed all entrances to the town Amapolisa avingca onke amasango angena edolophini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika close in isiXhosa

: close1close2

close2

ngase-

Ubizo-magama /klohss/

isihlomelocloser, closest

  • 1

    ngase-
    -kufutshane
    They sat close to the fire Bahleli kufutshane nomlilo. or Bahleli ngasemlilweni