Inguqulelo ka coast in isiXhosa

coast

unxweme

Ubizo-magama /kohst/

isibizoPlural coasts

  • 1

    unxweme
    Port Elizabeth is on the coast IBhayi iselunxwemeni
    Find the coast of Namibia on the map Khangela unxweme lwaseNamibia emephini