Inguqulelo ka common in isiXhosa

common

-qhelekile(yo)

Ubizo-magama /kom-uhn/

isiphawulimore common, most common

  • 1

    -qhelekile(yo)
    -mvelo
    -xhaphakile(yo)
    Doves are common birds; we see them every day Amahobe ziintaka eziqhelekileyo; siwabona yonke imihla