Inguqulelo ka consumer in isiXhosa

consumer

umsebenzisi-nkonzo

Ubizo-magama /kuhn-syoom-uh/

isibizoPlural consumers

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umsebenzisi-nkonzo
    umthengi
    We are all consumers of food, electricity, and water Sonke singabasebenzisi bokutya, umbane namanzi
    • a person who buys or uses products or services
    • umntu othenga okanye osebenzisa iimveliso okanye iinkonzo