Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika content in isiXhosa

: content1content2

content1

umxholo

Ubizo-magama /kon-tent/

isibizo

  • 1

    umxholo
    ingxam
    umongo
    undoqo
    The main content of his speech was about health Umxholo ophambili wentetho yakhe wawungempilo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika content in isiXhosa

: content1content2

content2

-anelisekile(yo)

Ubizo-magama /kuhn-tent/

isiphawulimore content, most content

  • 1

    -anelisekile(yo)
    -anele(yo)
    -kholiwe(yo)
    Are you content with your salary? Ngaba wanelisekile ngumvuzo wakho?