Inguqulelo ka count in isiXhosa

count

-bala

Ubizo-magama /kownt/

isenzicounted, counting

  • 1

    -bala
    My little brother can count from 1 to 10 Umninawa wam uyakwazi ukubala ukususela kwisi-1 ukuya kwi-10
  • 2

    -bala
    Busi is counting the money UBusi ubala imali