Inguqulelo ka crazy in isiXhosa

crazy

-phambene

Ubizo-magama /kray-zee/

isiphawulicrazier, craziest

  • 1

    -phambene
    -yimpambano
    It's crazy to swim near crocodiles! Yinto eyimpambano ke le yokuba uqubhe kufutshane neengwenya!