Inguqulelo ka creditor in isiXhosa

creditor

umtyalwa

Ubizo-magama /kred-i-tuh/

isibizoPlural creditors

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    umtyalwa
    How much does this business owe its creditors? Ngaba eli shishini libatyala malini abatyalwa balo?
    → Compare debtor
    • a business or person from whom you have bought something on credit
    • ishishini okanye umntu othenge kuye into ngetyala