Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika cross in isiXhosa

: cross1cross2cross3

cross1

-wela

Ubizo-magama /kross/

isenzicrossed, crossing

  • 1

    -wela
    -nqumla
    Take care when you cross the road Kufuneka ulumke xa uwela indlela
  • 2

    -nqamleza
    Can you cross your legs? Ungayinqamlezisa imilenze yakho?

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika cross in isiXhosa

: cross1cross2cross3

cross2

unxi

Ubizo-magama /kross/

isibizoPlural crosses

  • 1

    unxi
    umnqamlezo
    ikhrosi
    A red cross on maps is the sign for a hospital Umnqamlezo obomvu ezimephini walatha isibhedlele

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika cross in isiXhosa

: cross1cross2cross3

cross3

-qumbile(yo)

Ubizo-magama /kross/

isiphawulicrosser, crossest

  • 1

    -qumbile(yo)
    -caphukile(yo)
    -nomsindo
    Dad is cross because we arrived late Utata ucaphukile kuba sifike emva kwexesha