Inguqulelo ka crowd in isiXhosa

crowd

indimbane

Ubizo-magama /krowd/

isibizoPlural crowds

  • 1

    indimbane
    isihlwele
    There's a crowd of people waiting at the door Kukho indimbane yabantu elinde emnyango