Inguqulelo ka custom in isiXhosa

custom

isiko

Ubizo-magama /kust-uhm/

isibizoPlural customs

  • 1

    isiko
    isithethe
    isiqhelo
    It is our custom to shake hands when we greet someone Sisithethe sethu ukubambana ngezandla xa sibulisa umntu