Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cycle in isiXhosa

: cycle1cycle2

cycle1

ibhayisekile

Ubizo-magama /sy-kuhl/

isibizoPlural cycles

  • 1

    (short for bicycle)
    ibhayisekile
    He owns a cycle shop Unevenkile yeebhayisekile
  • 2

    ibhayoloji
    umjikelo
    In the picture you can see the life cycle of a frog Emfanekisweni unakho ukubona umjikelo wobomi besele
    • things that get repeated many times in the same order, such as the cycle of the seasons
    • izinto eziphindaphindwa amaxa amaninzi ngohlobo olunye, olufana nomjikelo wamaxesha onyaka

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cycle in isiXhosa

: cycle1cycle2

cycle2

-khwela ibhayisekile

Ubizo-magama /sy-kuhl/

isenzicycled, cycling

  • 1

    -khwela ibhayisekile
    -hamba ngebhayisekile
    Lebo cycles to school ULebo uhamba ngebhayisekile xa esiya esikolweni