Inguqulelo ka debate in isiXhosa

debate

ingxoxo-mpikiswano

Ubizo-magama /di-bayt/

isibizoPlural debates

  • 1

    ingxoxo-mpikiswano
    ingxoxo
    Our class had a debate about religion Iklasi yethu ibe nengxoxo-mpikiswano ngenkolo

Inguqulelo ka debate in isiXhosa

debate

-xoxa

Ubizo-magama /di-bayt/

isenzi

  • 1

    -xoxa
    We debated this topic: "City life and rural life: which is better?" Sixoxe ngale ngongoma: "Ubomi basedolophini nobasemaphandleni: bobuphi obungcono?"