Inguqulelo ka deciduous in isiXhosa

deciduous

-vuthulukayo

Ubizo-magama /di-sid-yuu-uhss/

isiphawuli

  • 1

    -vuthulukayo
    Trees that lose their leave in winter are called deciduous trees Imithi ewelwa ngamagqabi ayo ebusika kuthiwa yimithi evuthulukayo
    → Compare evergreen