Inguqulelo ka denominator in isiXhosa

denominator

idinominetha

Ubizo-magama /di-nom-in-ay-tuh/

isibizoPlural denominators

izibalo

  • 1

    idinominetha
    unani-phantsi
    inani elingaphantsi
    → Compare numerator
    • the number below the line in a fraction, for example 3 in 2/3
    • inani elisezantsi komgca kwiqhezu, umzekelo u-3 ku-2/3