Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika deposit in isiXhosa

: deposit1deposit2

deposit1

idipozithi

Ubizo-magama /di-poz-it/

isibizoPlural deposits

  • 1

    idipozithi
    I paid a deposit of R500 on a new car Ndihlawule idipozithi yama-R500 kwimoto entsha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika deposit in isiXhosa

: deposit1deposit2

deposit2

-faka imali ebhankini

Ubizo-magama /di-poz-it/

isenzideposited, depositing

  • 1

    -faka imali ebhankini
    -dipozitha
    I will deposit R100 in my bank account Ndiza kufaka imali eli-R100 kwiakhawunti yebhanki yam
    → Compare withdraw
  • 2

    -beka
    The man deposited a box on the table Indoda yabeka ibhokisi phezu kwetafile
  • 3

    -tyekeza
    The river deposits sand Umlambo utyekeza intlabathi